Ndingafunanga ndingabuzanga
Ndizabuya ndikuphathel’intliziyo yam
Ndizakubuya ndikuphath’el’intliziyo yami
Ndiza ndizakubuya ndikuphath’el’intliziyo yami
Uzuyenze msulwa yona haaay
Ndizabuya ndikuphathel’intliziyo yami
Ndizamaukucinga haa ndiyahluleka haaa
Ingqondo yami iyakhawuleza
Kuyehla kuyasa kum kuyafana
Ndikuphathel’intliziyo yam
Uzuyenze msulwala yona haaa
Ndikuphathel’intliziyo yam
Ndiza ndizaku ndiza ndizabuya
Ndikuphathel’intliziyo yami
Ndikuphathel’intliziyo yami